Igenesis 13:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAbram wathi kuLote, Makungabikho mbambano kaloku phakathi kwam nawe, naphakathi kwabalusi bam nabalusi bakho; ngokuba singamadoda azalanayo.

Igenesis 13

Igenesis 13:5-12