Igenesis 12:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wesuka khona waya entabeni ngasempumalanga, eBheteli, wayitwabulula intente yakhe, iBheteli ingasentshonalanga, iAyi ingasempumalanga; wamakhela khona isibingelelo uYehova, wanqula igama likaYehova.

Igenesis 12

Igenesis 12:1-14