Ngenxa yoko kwathiwa igama lawo yiBhabheli;* ngokuba uYehova wayiduba khona apho intetho yehlabathi lonke, wabachithachitha kwalapho uYehova ehlabathini lonke.