Igenesis 11:21-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. URehu wahlala emveni kokuzala kwakhe uSerugi iminyaka emakhulu mabini anesixhenxe, wazala oonyana neentombi.

22. USerugi wahlala iminyaka emashumi mathathu, wazala uNahore.

23. USerugi wahlala emveni kokuzala kwakhe uNahore iminyaka emakhulu mabini, wazala oonyana neentombi.

24. UNahore wahlala iminyaka emashumi mabini anesithoba, wazala uTera.

Igenesis 11