UEbhere wahlala emveni kokuzala kwakhe uPelege iminyaka emakhulu mané anamanci mathathu, wazala oonyana neentombi.