Igenesis 10:21-24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. UShem wazalelwa naye; unguyise wabo bonke oonyana bakaEbhere, ungumzalwana omkhulu kaYafete.

22. Oonyana bakaShem nguElam, noAsuri, noArpakishadi, noLudi, noAram.

23. Oonyana baka-Aram ngu-Utse, noHuli, noGetere, noMashi.

24. UArpakishadi wazala uShela, uShela wazala uEbhere.

Igenesis 10