Igenesis 1:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uThixo, Yabonani, ndininikile yonke imifuno evelisa imbewu, esemhlabeni wonke, nayo yonke imithi eneziqhamo zemithi evelisa imbewu: yoba kukudla kuni.

Igenesis 1

Igenesis 1:24-31