Ieksodus 9:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMoses wathi kuye, Ekuphumeni kwam phakathi komzi, ndozolulela kuYehova izandla zam, ziyeke iindudumo, nesichotho singabi sabakho, ukuze wazi ukuba umhlaba lo ngokaYehova.

Ieksodus 9

Ieksodus 9:24-35