Ieksodus 9:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Thumela ngoku, ukhawuleze, uhlanganise imfuyo yakho, neento zakho zonke onazo ezindle; bonke abantu neenkomo ezifunyenwe endle zingàhlanganiselwanga ekhaya, zohlelwa sisichotho, zife.

Ieksodus 9

Ieksodus 9:9-26