Ieksodus 6:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

ndiningènise ezweni endaphakamisa isandla sam ngalo, ukuba ndilinike uAbraham noIsake noYakobi; ndiya kulinika nina, libe lilifa: ndinguYehova.

Ieksodus 6

Ieksodus 6:2-9