Ieksodus 38:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasenza nesibingelelo sedini elinyukayo ngomngampunzi: ubude baso baba ziikubhite* ezintlanu, ububanzi baso baba ziikubhite ezintlanu, sambombo-né; ukuphakama kwaso kwaziikubhite ezintathu.

Ieksodus 38

Ieksodus 38:1-11