Ieksodus 37:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza netafile ngomngampunzi; ubude bayo baba ziikubhite ezimbini, ububanzi bayo baba yikubhite, ukuphakama kwayo kwaba yikubhite enesiqingatha.

Ieksodus 37

Ieksodus 37:3-12