Ieksodus 33:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayithabatha uMoses intente, wayitwabululela ngaphandle kweminquba, kude neminquba, wathi yintente yokuhlangana. Kwathi ke, bonke abamfunayo uYehova baphuma, baya ententeni leyo yokuhlangana ingaphandle kweminquba.

Ieksodus 33

Ieksodus 33:3-10