Ieksodus 33:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMoses kuYehova, Uyabona, ùthi kum, Nyusa aba bantu; ke wena akundazisanga lowo ùya kundithuma naye; kanti ke ùthe, Ndikwazile ngegama, kananjalo ndikubabále.

Ieksodus 33

Ieksodus 33:6-13