Ieksodus 32:34-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. Ke ngoko hamba ubalathise abantu, baye kuloo ndawo ndathethayo ngayo kuwe. Yabona, isithunywa sam sohamba phambi kwakho; ke mini ndivelelayo, ndiya kusivelela isono sabo kubo.

35. Ke uYehova wababulala abantu ngenxa yokuba belenzile ithole elo walenzayo uAron.

Ieksodus 32