Ieksodus 31:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabona, mna ndimkhuphé kunye noAholiyabhi unyana ka-Ahisamaki, wesizwe sakwaDan; nasezintliziyweni zabo bonke abalumkileyo entliziyweni ndibeke ubulumko, ukuze bazenze zonke izinto endikuwisele umthetho ngazo:

Ieksodus 31

Ieksodus 31:1-9