Ieksodus 31:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wena, thetha koonyana bakaSirayeli uthi, Inene, iisabatha zam zigcineni; kuba zingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu, ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo;

Ieksodus 31

Ieksodus 31:9-18