Ieksodus 31:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Wathetha uYehova kuMoses esithi,

2. Khangela, ndibizé ngegama uBhetsaleli unyana kaUri, unyana kaHuri, wesizwe sakwaYuda;

3. ndamzalisa ngomoya kaThixo, ngobulumko, nangokuqonda, nangokwazi, nangobungcibi bamashishini onke;

Ieksodus 31