Ieksodus 30:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umntu osukuba eqhola enjengayo, nosukuba ethabatha kuyo ayinike ongengowakuni, wonqanyulwa, angabikho ebantwini bakowabo.

Ieksodus 30

Ieksodus 30:23-34