Ieksodus 30:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ulithabathayo inani loonyana bakaSirayeli, ngokubalelwa kwabo encwadini yomlibo wokuzalwa, mabanikele elowo imali yokucamagushela umphefumlo wakhe kuYehova ekubabaleni; ukuze kungabikho sibetho kubo ekubabaleni.

Ieksodus 30

Ieksodus 30:6-20