Ieksodus 29:45-46 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

45. Ndohlala phakathi koonyana bakaSirayeli, ndibe nguThixo wabo;

46. bazi ukuba ndinguYehova uThixo wabo, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, ukuba ndihlale phakathi kwabo: ndinguYehova uThixo wabo.

Ieksodus 29