Ieksodus 29:42 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Elo loba lidini elinyukayo lamaxesha onke kwizizukulwana zenu, emnyango wentente yokuhlangana phambi koYehova, apho ndiya kuhlangana nani khona, ndithethe nawe.

Ieksodus 29

Ieksodus 29:32-46