Uze usenze isibingelelo ngomngampunzi. Ubude baso boba ziikubhite* ezintlanu, ububanzi baso bube ziikubhite ezintlanu, sibe mbombo né isibingelelo; ukuphakama kwaso kube ziikubhite ezintathu.