Ieksodus 26:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wòwenza amasango abe mashumi mahlanu kwelinye ilengalenga; wenze amasango abe mashumi mahlanu ekupheleni kwelengalenga elisekuhlanganeni kwelesibini, ukuze amasango alungelelane elinye nelinye;

Ieksodus 26

Ieksodus 26:1-11