Ieksodus 25:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zoba ntathu iindebe ezifana neentyantyambo zeamangile,* zinamaqhina neentyantyambo, kweli isebe; neendebe ezintathu ezifana neentyantyambo zeamangile, zibe zinamaqhina neentyantyambo, kweliya isebe; makube njalo kumasebe omathandathu avela esiphathweni eso.

Ieksodus 25

Ieksodus 25:28-35