Mabenze ityeya yomngampunzi. Ubude bayo mabube ziikubhite* zombini ezinesiqingatha, ububanzi bayo bube yikubhite enesiqingatha, ukuphakama kwayo kube yikubhite enesiqingatha;