Ieksodus 21:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukuba ke inkosi yalo ithe yalizekela umfazi, walizalela oonyana, nokuba ziintombi: umfazi lowo nabantwana balo boba ngabenkosi yalo, liphume lona lodwa.

Ieksodus 21

Ieksodus 21:1-9