35. Xa ithe inkomo yomntu yahlaba inkomo yommelwane wakhe, yafa, mabathengise ngenkomo leyo iphilileyo, bayahlule imali yayo; kananjalo mabayahlule leyo ifileyo.
36. Ukuba kwakusazeka ukuba inkomo leyo ibihlaba kakade, Ã kayigcina umniniyo: makayimisele inkomo ngenkomo, leyo ifileyo ibe yeyakhe.