Ieksodus 2:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi emva kwaloo mihla mininzi wafa ukumkani waseYiputa. Bancwina oonyana bakaSirayeli ngenxa yomsebenzi, bakhala; kwenyuka ukuzibika kwabo, kwaya kuThixo, ngenxa yomsebenzi.

Ieksodus 2

Ieksodus 2:21-25