Ieksodus 2:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke ngaloo mihla, akukhula uMoses, waphuma waya kubazalwana bakhe, ekhangela imithwalo yabo. Wabona umYiputa ebetha umHebhere wakubazalwana bakhe.

Ieksodus 2

Ieksodus 2:8-16