Ieksodus 2:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Kwaphuma umfo wendlu kaLevi, wazeka intombi yakwaLevi.

2. Wamitha umfazi lowo, wazala unyana; wambona ukuba mhle, wamfihla iinyanga ezintathu.

Ieksodus 2