Ieksodus 19:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Yabona, ndiyeza kuwe ndiselifini elingqingqwa, ukuze beve abantu ekuthetheni kwam nawe, bakholwe kuwe ngonaphakade. Wawaxela ke uMoses amazwi abantu kuYehova.

Ieksodus 19

Ieksodus 19:1-12