Ieksodus 18:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bathethe amatyala abantu ngamaxesha onke; zithi izinto zonke ezinkulu bazizise kuwe; zonke ezincinane bazigwebe bona, ukuze kube lula kuwe, bakuthwalise.

Ieksodus 18

Ieksodus 18:21-26