Ieksodus 18:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayibona uyise womkaMoses yonke into abeyenza ebantwini, wathi, Iyintoni na le nto uyenzayo ebantwini? Kungani na, le nto uhlala wedwa, bathi bona bonke abantu baxhontele kuwe, kususela kusasa kude kuhlwe?

Ieksodus 18

Ieksodus 18:10-16