Ieksodus 18:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYitro, Makabongwe uYehova owanihlangulayo esandleni samaYiputa, nasesandleni sikaFaro; owabahlangulayo abantu, baphuma phantsi kwesandla samaYiputa.

Ieksodus 18

Ieksodus 18:9-13