Ieksodus 17:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi igama laloo ndawo yiMasa* neMeribha,* ngenxa yokubambana koonyana bakaSirayeli, nangenxa yokumlinga kwabo uYehova, besithi, UYehova ukho na phakathi kwethu, akakho, kusini na?

Ieksodus 17

Ieksodus 17:1-16