Ieksodus 15:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zaza zakhwankqa izikhulu zakwaEdom;Iinjengele zakwaMowabhi zabanjwa kukuthuthumela,Bathá amandla bonke abemi belakwaKanan.

Ieksodus 15

Ieksodus 15:14-25