Ieksodus 14:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uMoses ebantwini, Musani ukoyika; misani, nilubone usindiso lukaYehova aya kunenzela lona namhla; kuba amaYiputa lawo niwabonileyo namhlanje, anisayi kuphinda niwabone naphakade.

Ieksodus 14

Ieksodus 14:6-23