Ieksodus 14:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wasondela uFaro. Bawaphakamisa amehlo abo oonyana bakaSirayeli, nango amaYiputa efake emva kwabo. Boyika kunene, bakhala oonyana bakaSirayeli kuYehova.

Ieksodus 14

Ieksodus 14:8-18