Ieksodus 13:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UMoses wawathabatha wahamba nawo amathambo kaYosefu; kuba wayebafungisile nokubafungisa oonyana bakaSirayeli, esithi, UThixo uya kunivelela okunene; nize niwanyuse amathambo am, emke nani kule ndawo.

Ieksodus 13

Ieksodus 13:13-22