Ieksodus 13:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi, akubandulula uFaro abantu, uThixo àkabakhokela ngendlela yelizwe lamaFilisti, nakuba ibimfutshane yona: kuba wathi uThixo, hleze abantu bazohlwaye bakubona imfazwe, babuyele eYiputa.

Ieksodus 13

Ieksodus 13:16-22