Ieksodus 11:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kubo bonke oonyana bakaSirayeli, akukho nja iya kubavungamela, kuthabathela emntwini kuse ezinkomeni; ukuze nazi ukuba uYehova uyawahlula amaYiputa kumaSirayeli;

Ieksodus 11

Ieksodus 11:4-10