Ieksodus 10:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wawuguqula umoya, waba ngowasentshonalanga onamandla kunene, wazithwala iinkumbi, wazidiba eLwandle oluBomvu;* akwasala nanye inkumbi, emideni yonke yaseYiputa.

Ieksodus 10

Ieksodus 10:11-24