Ieksodus 10:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Yiya kuFaro; kuba mna ndiyiqaqadekisile intliziyo yakhe, nentliziyo yabakhonzi bakhe, ukuze ndibónakalalise le miqondiso yam phakathi kwalo ilizwe;

Ieksodus 10

Ieksodus 10:1-2