Ieksodus 1:21-22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Kwathi, kuba abazalisikazi babemoyika uThixo, wazisikelela izindlu zabo.

22. UFaro wabawisela umthetho abantu bakhe bonke, wathi, Bonke oonyana abathe bazalwa, baphoseni emlanjeni; ke zonke iintombi zisindiseni.

Ieksodus 1