Iduteronomi 9:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khumbula, musa ukulibala ukumqumbisa kwakho uYehova, uThixo wakho, entlango; kususela kwimini owaphumayo ezweni laseYiputa, wada wangena kule ndawo, naba neenkani kuYehova.

Iduteronomi 9

Iduteronomi 9:1-12