Iduteronomi 9:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kum, Suka uhle apha kamsinya; ngokuba bonákalisile abantu bakho obakhuphileyo eYiputa; batyeka kamsinya endleleni leyo ndibawisele umthetho ngayo, bazenzela umfanekiso otyhidiweyo.

Iduteronomi 9

Iduteronomi 9:10-18