Iduteronomi 8:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uze umkhumbule uYehova uThixo wakho, ngokuba nguye okunika amandla okuzuza ubutyebi; ukuze awumise umnqophiso wakhe abewufungele ooyihlo, njengoko kunjalo namhla.

Iduteronomi 8

Iduteronomi 8:10-20