Iduteronomi 7:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba ningabantu abangcwele kuYehova uThixo wakho; úninyule uYehova uThixo wakho, ukuba nibe ngabantu abayinqobo kuye, kunabantu bonke abaphezu komhlaba.

Iduteronomi 7

Iduteronomi 7:1-7