Iduteronomi 4:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yabonani, ndinifundise imimiselo namasiko, njengoko ndawiselwa umthetho nguYehova uThixo wam, ukuze nenze ngokunjalo phakathi kwelizwe eningena kulo, ukuba nilimé.

Iduteronomi 4

Iduteronomi 4:1-10